Inkenkqe nentwaso - podcast episode cover

Inkenkqe nentwaso

Oct 25, 202153 minSeason 1Ep. 1
--:--
--:--
Download Metacast podcast app
Listen to this episode in Metacast mobile app
Don't just listen to podcasts. Learn from them with transcripts, summaries, and chapters for every episode. Skim, search, and bookmark insights. Learn more

Episode description

Kwesi siqendu sokuqala sipicota imiba engolwazi oluqulathwe kwilwimi nakwiimbali zethu. Sithetha ngentsingiselo kunye nengqiqo alele kula magama: iNtwaso kunye neNkenkqe. Ziqwalasela nzulu ukuba la magama athetha ukuthini kuthi nakwimisebenzi esiyithabathayo ebomini. Ezona ndawo sicangcatha kuzo ngezi: kuthethwa ukuthini xa kuthiwa umntu unenkenkqe? Ingaba unganayo inkenkqe ube ungathwaseli bugqirha? Ukuthwasa kona kuthetha ukuthini? Kukuvuma ukufa ngengulo emhlophe?  Okanye Ikhona enye intsingiselo? Lunjani uxanduva oluthwalwa ngumntu ovume intwaso? Kwesi siqendu ke sipicotha le ntsind’abadala nomakhwekhwetha wemvumi nombhali womculo womgqungqo iJazz, uDumza Maswana.

For the best experience, listen in Metacast app for iOS or Android