Inyathi Ibuzwa Kwabaphambili - podcast cover

Inyathi Ibuzwa Kwabaphambili

Inyathi Ibuzwa Kwabaphambilipodcasters.spotify.com
Inkqubo engemicimbi yolwazi lomthonyama oluqulathwe kwiilwimi nakwiimbali zesiNtu
Last refreshed:
Follow this podcast in the Metacast mobile app to refresh it and see new episodes.
Download Metacast podcast app
Podcasts are better in Metacast mobile app
Don't just listen to podcasts. Learn from them with transcripts, summaries, and chapters for every episode. Skim, search, and bookmark insights. Learn more

Episodes

Inkenkqe nentwaso

Kwesi siqendu sokuqala sipicota imiba engolwazi oluqulathwe kwilwimi nakwiimbali zethu. Sithetha ngentsingiselo kunye nengqiqo alele kula magama: iNtwaso kunye neNkenkqe. Ziqwalasela nzulu ukuba la magama athetha ukuthini kuthi nakwimisebenzi esiyithabathayo ebomini. Ezona ndawo sicangcatha kuzo ngezi: kuthethwa ukuthini xa kuthiwa umntu unenkenkqe? Ingaba unganayo inkenkqe ube ungathwaseli bugqirha? Ukuthwasa kona kuthetha ukuthini? Kukuvuma ukufa ngengulo emhlophe? Okanye Ikhona enye intsingis...

Oct 25, 202153 minSeason 1Ep. 1
For the best experience, listen in Metacast app for iOS or Android